Uhezekile 36:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako oko, itsho iNkosi uYehova ukuthi, Mna ndisiphakamisile isandla sam; inyaniso, iintlanga ezingeenxa zonke kuni, zona ziya kuthwala ihlazo lazo.

Uhezekile 36

Uhezekile 36:1-10