Uhezekile 34:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndomisa phezu kwawo umalusi abe mnye, awaluse, umkhonzi wam uDavide; yena uya kuwalúsa, abe ngumalusi wawo yena;

Uhezekile 34

Uhezekile 34:13-24