Uhezekile 34:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nina ke, mhlambi wam, itsho iNkosi uYehova ukuthi, Yabonani, ndiya kugweba phakathi kweegusha neegusha, naphakathi kweenkunzi zeegusha neenkunzi zeebhokhwe.

Uhezekile 34

Uhezekile 34:7-25