Uhezekile 33:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena ke, nyana womntu, ndikwenzé waba ngumboniseli kwindlu kaSirayeli; wòliva emlonyeni wam ilizwi, ubavuselele ngokuphuma kum.

Uhezekile 33

Uhezekile 33:6-12