Uhezekile 33:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena ke, nyana womntu, oonyana babantu bakowenu bancokola ngawe ngasezindongeni naseminyango yezindlu, elowo ethetha nomnye, elowo nomzalwana wakhe, esithi, Khanize, sive ukuba lilizwi eliyini na eliphuma kuYehova.

Uhezekile 33

Uhezekile 33:26-31