Bathi ke oonyana bakowenu, Indlela kaYehova ayilungelelene; kanti ngábo, abandlela ingalungeleleneyo.