Uhezekile 32:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukhona uAsiriya nebandla lakhe lonke; ngeenxa zonke kuye ngamangcwaba abo, bonke bephela bebulewe, bewe likrele; abamangcwaba abo enziwe emhadini phakathi,

Uhezekile 32

Uhezekile 32:19-27