Uhezekile 32:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nyana womntu, menzele isimbonono uFaro ukumkani waseYiputa, uthi kuye, Wafanekiswa nengonyama entsha yeentlanga, nakuba ùbe unjengengwenya elwandle; waxhuma emilanjeni yakho, wawagxobha amanzi ngamathupha akho, wayinyathela imilambo yawo.

Uhezekile 32

Uhezekile 32:1-4