Nyana womntu, yithi kuFaro ukumkani waseYiputa, nakwingxokolo yakhe, Ùfana nabani na ngobukhulu bakho?