Uhezekile 31:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kunjalonje, ùfana nabani na ngobuqaqawuli nangobukhulu emithini yase-Eden? Ùya kuhliselwa nemithi yase-Eden ezweni langaphantsi; ùya kulala phakathi kwabangalukileyo, kwanababuleweyo ngekrele. NguFaro ke lowo, nengxokolo yakhe yonke; itsho iNkosi uYehova.

Uhezekile 31

Uhezekile 31:14-18