Uhezekile 30:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ETapanesi iya kuba mnyama imini, ekuzaphuleni kwam khona iidyokhwe zaseYiputa, liphele kuyo iqhayiya lamandla ayo. Amafu aya kuyisibekela, namagxamesi ayo athinjwe;

Uhezekile 30

Uhezekile 30:13-26