Uhezekile 3:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndilenza libe njengedayiman,* elukhuni ngaphezu kweqhwitha, ibunzi lakho. Uze ungaboyiki, ungaqhiphuki umbilini phambi kwabo; ngokuba bayindlu eneenkani.

Uhezekile 3

Uhezekile 3:1-16