Uhezekile 3:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena ke, xa uthe wamvuselela ongendawo, akabuya endleleni yakhe, endleleni yakhe engendawo: wófa ngobugwenxa bakhe, kodwa wena uwuhlangule umphefumlo wakho.

Uhezekile 3

Uhezekile 3:16-21