Uhezekile 3:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndafika ke eTelabhibhi, kubathinjwa ababehleli emlanjeni oyiKebhare, apho babehleli khona; ndahlala phantsi khona iintsuku zasixhenxe, ndimangalisiwe, phakathi kwabo.

Uhezekile 3

Uhezekile 3:11-16