Uhezekile 3:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathi ke kum, Nyana womtu, kúdle okufumanayo; yidle le ncwadi isongwayo, uye uthethe kwindlu kaSirayeli.

2. Ndawuvula ke umlomo wam, wandidlisa loo ncwadi isongwayo; wathi kum,

3. Nyana womntu, dlisa isisu sakho, uzalise umbilini wakho ngaloo ncwadi isongwayo ndikunikayo. Ndayidla ke, yaba nencasa emlonyeni wam, njengobusi.

Uhezekile 3