Uhezekile 29:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kukulahlela entlango, wena neentlanzi zonke zemijelo yakho. Ùya kuwa endle, akuyi kuhlanganiswa ubuthwe; ndikunìkele ukuba ube kukudla kwamarhamncwa elizwe nokweentaka zezulu.

Uhezekile 29

Uhezekile 29:1-7