Uhezekile 28:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngobuninzi borhwebo lwakho umbilini wakho wazala kukugonyamela, wóna ke. Ndiya kulahla wena, ngokwento engcolileyo, umke entabeni kaThixo; ndikutshabalàlise, kerubhi igqubuthelayo, usuke phakathi kwamatye anomlilo.

Uhezekile 28

Uhezekile 28:12-21