Uhezekile 27:35-36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

35. Bonke abemi beziqithi baya kumangaliswa nguwe, ookumkani bazo babe namanwele benamanwele, búthe ntshwa ubuso babo.

36. Abarhwebi abasezizweni baya kwenza umsondlo; usuke wena ube sisikhwankqiso, ungabi sabakho naphakade.

Uhezekile 27