Iinqanawa zaseTarshishe bezingabathuthi bakho nabolwananiso lwakho. Wàchuma ke, wazuka kakhulu embilinini yeelwandle.