Uhezekile 26:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndiya kukuhlisela kwabahlé baya emhadini, ndikuse ebantwini basendaleni, ndikuhlalise ezweni langaphantsi, emanxuweni asendaleni nabahlé baya emhadini, ukuze ungamiwa; ndenzè ubukhazikhazi ezweni labahleliyo.

Uhezekile 26

Uhezekile 26:13-21