Uhezekile 24:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena ke, nyana womntu, inyaniso, mini ndithabatha kubo inqaba yabo, imihlali yesihombo sabo, intánda yamehlo abo, into abaphakamisela kuyo umphefumlo wabo, oonyana babo neentombi zabo:

Uhezekile 24

Uhezekile 24:19-27