Niya kwenza ke njengoko ndenzé ngako: iindevu eziphezu komlomo aniyi kuzigqubuthela, ningasidli isonka sabantu;