Uhezekile 23:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wakubhekisela kubo ukuhenyuza kwakhe, koonyana baseAsiriya abaluluhle bonke bephela; wathi abo bonke abetshiseka kukubakhanuka, wazenza inqambi ngezigodo zabo.

Uhezekile 23

Uhezekile 23:1-17