Uhezekile 23:47-49 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

47. ibandla libaxulube ngamatye, libasike ngamakrele alo. Liya kubabulala oonyana babo neentombi zabo, lizitshise izindlu zabo;

48. ndiwaphelise amanyala ezweni, bathethiseke abafazi bonke, bangenzi ngokwamanyala enu.

49. Baya kuwabeka ke amanyala enu phezu kwenu, nizithwale izono zezigodo zenu; názi ukuba ndiyiNkosi uYehova.

Uhezekile 23