Uhezekile 20:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngaloo mini kanye, ndabaphakamisela isandla sam, ukuze ndibakhuphe ezweni laseYiputa, ndibase ezweni endabahlolelayo lona, elibaleka amasi nobusi, liligugu kunamazwe onke.

Uhezekile 20

Uhezekile 20:2-16