Nyana womntu, thetha namadoda amakhulu akwaSirayeli, uthi kuwo, Itsho iNkosi uYehova ukuthi, Nizé kubúzisa kum na? Ndihleli nje, unakànye ukuba ndibuzwe nini; itsho iNkosi uYehova.