Uhezekile 20:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Indlu kaSirayeli yesuka yaba neenkani kum entlango; àbahamba ngemimiselo yam; bawacekisa amasiko am, awothi umntu ewenzile, aphile ngawo; bazihlambela kakhulu iisabatha zam. Ndathi ke, ndiya kuthulula ubushushu bam phezu kwabo entlango, ukuze ndibagqibele.

Uhezekile 20

Uhezekile 20:3-22