Uhezekile 2:9-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Ndabona, naso isandla solulelwe kum; nantso kuso incwadi esongwayo.

10. Wayitwabulula phambi kwam; yaye ke ibhaliwe ngaphakathi nangaphandle, kubhalwe kuyo izimbonono, nezikhwino, nezimema.

Uhezekile 2