Uhezekile 2:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena ke, nyana womntu, musa ukuboyika, ungawoyiki amazwi abo; nangani usemarhawini nasemeveni, uhleli phezu koonomadudwane, musa ukuwoyika amazwi abo, ungaqhiphuki umbilini bubuso babo, kuba bayindlu eneenkani.

Uhezekile 2

Uhezekile 2:1-10