Uhezekile 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kum, Nyana womntu, ndikuthuma koonyana bakaSirayeli, kwiintlanga ezingabagwiliki, abagwilikileyo kum; bona nooyise babo bakreqile kum, kwada kwayile mini.

Uhezekile 2

Uhezekile 2:1-10