Uhezekile 19:13-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

13. Ngoku ke utyelwe entlango, ezweni elingumqwebedu, elomileyo.

14. Kuphumé ke umlilo emahlamvini amasebe awo, wazitshisa iziqhamo zawo, akwabakho sebe liqinileyo kuwo, lokuba yintonga yokulawula. Sisijwili ke, saye siya kuba sisijwili.

Uhezekile 19