Uhezekile 18:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Yabonani, yonke imiphefumlo yeyam; umphefumlo woyise unjengomphefumlo wonyana, yeyam yomibini; umphefumlo owonayo, kuya kufa wona.

5. Umntu xa athe waba lilungisa, wenza ngokwesiko nangobulungisa;

6. akadlela ezintabeni, amehlo akhe akawaphakamisela kwizigodo zendlu yakwaSirayeli; umfazi wommelwane wakhe àkamenza inqambi, akasondela kumfazi enomzí;

Uhezekile 18