Uhezekile 18:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa athe ongendawo wabuya kokungendawo kwakhe akwenzileyo, wenza ngokwesiko nangobulungisa, yena uya kuwusindisa umphefumlo wakhe.

Uhezekile 18

Uhezekile 18:26-31