Uhezekile 18:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Úyintoni na kuni lo mzekeliso, nizekelisa ngawo emhlabeni wakwaSirayeli, nisithi, ooyise badle iidiliya ezimuncu, kwaba buthelezi amazinyo oonyana?

Uhezekile 18

Uhezekile 18:1-3