Uhezekile 18:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

abuyise isandla sakhe kolusizana; angadli abanye ngemali, angathabathi nzala yamboleko, wenza ngokwamasiko am, uhamba ngemimiselo yam: lowo unyana akayi kufa ngobugwenxa bukayise; inene uya kuphila.

Uhezekile 18

Uhezekile 18:12-27