onikela imali ukuba adle abanye ngayo, othabatha inzala yemboleko: wophila na ke loo nyana? Akayi kuphila; wenzé onke la masikizi; uya kubulawa afe; igazi lakhe liya kuba phezu kwakhe.