Uhezekile 17:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kulityala ke entabeni ende yakwaSirayeli, linyuse amasebe, lixakathe iziqhamo, libe ngumsedare ongowona unguwo, zihlale phantsi kwawo zonke iintaka zeentlobo ngeentlobo; ziya kuhlala emthunzini wamasebe awo.

Uhezekile 17

Uhezekile 17:14-24