Uhezekile 17:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Kwafika ilizwi likaYehova kum, lisithi, Nyana womntu, jika iqhina, uzekelise ngomzekeliso kwindlu kaSirayeli