Uhezekile 16:62-63 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

62. Ndowumisa mna umnqophiso wam nawe, wazi ukuba ndinguYehova;

63. ukuze ukhumbule, udane, ungabi saba nakuvula mlomo ngenxa yehlazo lakho, ekukuxoleleni kwam zonke izinto ozenzileyo; itsho iNkosi uYehova.

Uhezekile 16