Uhezekile 16:55 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baya kuthi abasakwenu, iSodom namagxamesi ayo, babuyele kwakwisimo sabo sangaphambili, noSamari namagxamesi akhe babuyele kwakwisimo sabo sangaphambili, nawe namagxamesi akho nibuyele kwakwisimo senu sangaphambili.

Uhezekile 16

Uhezekile 16:53-62