Yabona, oko ube usewonke, ubungenamsebenzi; wóbeka phi na ke ukungabi namsebenzi, xa uthe watshiswa ngumlilo, warhawuka?