Nyana womntu, la madoda anyusé izigogo zawo ezintliziyweni zawo, amisa isikhubekiso sokuba abe gwenxa phambi kobuso bawo; ndingàquqelwa ndiquqelwe ngawo na?