Uhezekile 13:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

yithi kwabatyabeka ngodaka oluhlephukayo, Luya kuwa; kuza isiphango esikhukulayo; nina ke, matye esichotho, yiwani; wena moya usisaqhwithi, ovuthuvuthuzayo, qhutha.

Uhezekile 13

Uhezekile 13:2-21