Uhezekile 12:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uze uyikhuphe impahla yakho ngokwempahla yemfuduka emini, emehlweni abo; ke wena uphume ngokuhlwa emehlweni abo, njengokuphuma kwabathinjwa.

Uhezekile 12

Uhezekile 12:3-8