Uhezekile 12:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kuwutwabulula umnatha wam phezu kwaso, sibanjiswe ngumgibe wam, ndisìse eBhabheli, ezweni lamaKaledi; ke asiyi kulibona, noko siya kufela khona.

Uhezekile 12

Uhezekile 12:11-17