Uhezekile 11:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ke ndakuprofeta, wafa uPelatiya unyana kaBhenaya. Ndawa ngobuso bam, ndakhala ngelizwi elikhulu, ndathi, Awu! Nkosi Yehova! Ùyawagqibela kuphele na wena amasalela akwaSirayeli?

Uhezekile 11

Uhezekile 11:7-20