Inye ibe inobuso obuné inye ibe inamaphiko amané, imfano yezandla zomntu ingaphantsi kwamaphiko azo.