Uhagayi 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Isekho yini na imbewu eqongeni? Hayi, akuxakathanga nto, kude kwesa kumdiliya, nomkhiwane, nomrharnate, nomnquma. Ndithabathele kule mini, ndiya kusikelela.

Uhagayi 2

Uhagayi 2:15-23