Uhabhakuki 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabe iyimilambo na, Yehova,Yabe iyimilambo, kusini na, owavutha ngayo na umsindo wakho?Yabe ilulwandle, kusini na,Owaphuphumela lona umsindo wakho,Ukuze nje ukhwele emahasheni akho,Ezinqwelweni zakho zokusindisa?

Uhabhakuki 3

Uhabhakuki 3:1-14