Uhabhakuki 3:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Úmi, walishukumisa ihlabathi;Úkhangele, wazishukumisa iintlanga;Zaba nkumenkume iintaba zanini,Zasibekeka iinduli zasephakadeni;Iindlela zakhe yena zisephakadeni.

Uhabhakuki 3

Uhabhakuki 3:3-14